1
iZenzo iZenzo 17:27
Contemporary Xhosa Bible 2024
ukuze bayifune iNkosi, ukuba kambe bangaphuthaphutha bayifumane, nakuba ingekude kuthi sonke ngabanye.
Thelekisa
Phonononga iZenzo iZenzo 17:27
2
iZenzo iZenzo 17:26
Kanti wazenza ngagazi-nye zonke iintlanga zabantu, ukuba zime phezu kwawo wonke umhlaba, emisa amaxesha amisiweyo ngenxa engaphambili, nemida yokuma kwazo
Phonononga iZenzo iZenzo 17:26
3
iZenzo iZenzo 17:24
uThixo yena, owenza ihlabathi neento zonke ezikulo, lowo, eyiNkosi nje yezulu nomhlaba, akahlali zitempileni zenziwe ngazandla.
Phonononga iZenzo iZenzo 17:24
4
iZenzo iZenzo 17:31
Ngokuba umise umhla, aza kuligweba ngawo elimiweyo ngobulungisa, ngendoda ayimiseleyo; abanike isiqinisekiso bonke abantu ngokumvusa kwabafileyo.
Phonononga iZenzo iZenzo 17:31
5
iZenzo iZenzo 17:29
Siyinzala kaThixo nje ke, masingacingi ukuba ubuthixo bufana negolide nesilivere nelitye, into eqingqwe ngobungcibi nangengcinga yomntu.
Phonononga iZenzo iZenzo 17:29
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo