Ethe tyithi ke ebuthongweni umgcini wababanjwa, ebona iingcango zentolongo zivulekile, warhola ikrele, eza kuzibulala, eba ababanjwa babalekile. Wadanduluka ke uPawulos ngezwi elikhulu, esithi, Musa ukuzenzakalisi; kuba silapha sonke.
Funda iZenzo 16
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iZenzo 16:27-28
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo