1
oOKumkani 1 OOKumkani 1-8:56
Contemporary Xhosa Bible 2024
Makabongwe uYehova, obaphumzayo abantu bakhe amaSirayeli ngako konke wakuthethayo; akwasala nalinye ilizwi kuwo onke amazwi akhe alungileyo, awawathethayo ngoMoses umkhonzi wakhe.
Thelekisa
Phonononga oOKumkani 1 OOKumkani 1-8:56
2
oOKumkani 1 OOKumkani 1-8:23
Wathi, Yehova, Thixo kaSirayeli, akukho Thixo unjengawe emazulwini nasehlabathini, ubagcinelayo umnqophiso nenceba abakhonzi bakho, abahamba phambi kwakho ngentliziyo yabo yonke
Phonononga oOKumkani 1 OOKumkani 1-8:23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo