OOKUMKANI I 8:56
OOKUMKANI I 8:56 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Makabongwe uYehova, obanike ukuphumla abantu bakhe amaSirayeli, njengoko konke wakuthethayo; àkwaphalala nalinye ilizwi kuwo onke amazwi akhe alungileyo, awawathethayo ngoMoses umkhonzi wakhe.
OOKUMKANI I 8:56 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Makabongwe uNdikhoyo obathe jize ngenzolo abantu bakhe amaSirayeli, kanye ngokwesithembiso sakhe. Akukho nalinye ilizwi elifadaleleyo kuzo zonke izithembiso ezilungileyo awazenza ngesicaka sakhe uMosis.
OOKUMKANI I 8:56 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Makabongwe uYehova, obaphumzayo abantu bakhe amaSirayeli ngako konke wakuthethayo; akwasala nalinye ilizwi kuwo onke amazwi akhe alungileyo, awawathethayo ngoMoses umkhonzi wakhe.
OOKUMKANI I 8:56 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Makabongwe UYEHOVA, obanikileyo abantu bake o‐Sirayeli ukupumla, njengoko konke akutetileyo: akutshitshanga nanye indawo kulo lonke ilizwi lake elilungileyo, abeliteta ngesandla sika‐Mosesi isicaka sake.