Ukuba uthe wahamba nam, njengoko wahamba ngako uDavide uyihlo, ngentliziyo ethe tye, nangobulungisa, ukwenze konke endikuwisele umthetho ngako, uyigcine imithetho yam nemimiselo yam; Ke kaloku ndiya kuyiqinisa itrone yobukumkani bakho phezu koSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo, kanye njengoko ndathembisa uyihlo uDavide ndisithi, ‘Akuyi kunqunyukelwa ndoda etroneni yakwaSirayeli.