1
KaYohane 1 KaYohane 1 – 1:9
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ukuba sithi sizivume izono zethu, uthembekile, ulilungisa, ukuba asixolele izono zethu, asihlambulule kuko konke ukungalungisi.
Thelekisa
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 1:9
2
KaYohane 1 KaYohane 1 – 1:7
ke, ukuba sihamba ekukhanyeni, njengokuba yena esekukhanyeni, soba sinobudlelane omnye nomnye, lithi negazi likaYesu Kristu, uNyana wakhe, lisihlambulule kuso sonke isono.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 1:7
3
KaYohane 1 KaYohane 1 – 1:8
Ukuba sithi asinasono, siyazikhohlisa, inyaniso ayikho kuthi.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 1:8
4
KaYohane 1 KaYohane 1 – 1:5-6
Lulo olu ke udaba esiluvileyo kuye, esinityela lona, lokuba uThixo ukukukhanya, akukho bumnyama kuye nakanye. Ukuba sithi sinobudlelane naye, sibe sihamba ebumnyameni, soba siyaxoka, asiyenzi inyaniso
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 1:5-6
5
KaYohane 1 KaYohane 1 – 1:10
Ukuba sithi asonanga, simenza ixoki; ilizwi lakhe alikho kuthi.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 1:10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo