KAYOHANE I 1:5-6
KAYOHANE I 1:5-6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Lulo olu ke udaba esiluvileyo kuye, esinityela lona, lokuba uThixo ukukukhanya, akukho bumnyama kuye nakanye. Ukuba sithi sinobudlelane naye, sibe sihamba ebumnyameni, soba siyaxoka, asiyenzi inyaniso
KAYOHANE I 1:5-6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Lulo olu ke udaba esiluvileyo kuye, esinityela lona, lokuba uThixo ukukukhanya, akukho bumnyama kuye nakanye. Ukuba sithi sinobudlelane naye, sibe sihamba ebumnyameni, soba siyaxoka, asiyenzi inyaniso
KAYOHANE I 1:5-6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nalu ke udaba endaluva ngoNyana kaThixo, nendinixelela lona: UThixo ukukukhanya; abukho konke kuye ubumnyama. Xa ke sithi sinobudlelane noThixo, kodwa sibe sihleli ebumnyameni, sithetha ubuxoki, nezenzo zethu azingqinelani nenyaniso.
KAYOHANE I 1:5-6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Siso esi ke isishumayelo esisivileyo kwa kuye, nesisishumayolayo kuni, sokokuba UTIXO ulukanyo, nokuba akuko nabunye ubumnyama kuye. Xeshekweni sitshoyo ukuti sinobudlelana naye, kanti sihamba ebumnyameni, siyaxoka, singayenzi inyaniso ke.