1
U‐Tsefaniya 1:18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kanjako isilivere yabo, negolide yabo, iya kukohlwa ukubahlangula ngomhla womsindo KAYEHOVA; kodwa ilizwe lonke liya kudliwa ngumlilo wekwele lake; ngokuba ukugqitywa okwalamileyo kanye eya kukwenzela bonke abemi belizwe.
Thelekisa
Phonononga U‐Tsefaniya 1:18
2
U‐Tsefaniya 1:14
Umhla omkulu KAYEHOVA ukufupi; ukufupi, uyakauleza kakulu; intlokoma yomhla KAYEHOVA: iṙoti lokala apo ngento ebuṙaṙa.
Phonononga U‐Tsefaniya 1:14
3
U‐Tsefaniya 1:7
Yiti tu ebusweni BENKOSI e NGUYEHOVA, ngokuba umhla KAYEHOVA ukufupi; ngokuba UYEHOVA elungisile umbingo, ubahlule abamenyiweyo bake.
Phonononga U‐Tsefaniya 1:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo