Kanjako isilivere yabo, negolide yabo, iya kukohlwa ukubahlangula ngomhla womsindo KAYEHOVA; kodwa ilizwe lonke liya kudliwa ngumlilo wekwele lake; ngokuba ukugqitywa okwalamileyo kanye eya kukwenzela bonke abemi belizwe.
Funda U‐Tsefaniya 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Tsefaniya 1:18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo