UZEFANIYA 1:18
UZEFANIYA 1:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nesilivere yabo negolide yabo ayisayi kuba nako ukubahlangula ngemini yokuphuphuma komsindo kaYehova; lotshiswa lonke ihlabathi ngumlilo wekhwele lakhe. Ngokuba uya kubaphelisa, inene, abènze into ekhwankqisayo bonke abemi behlabathi.
UZEFANIYA 1:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Soze yabasindisa igolide nesiliva yabo ngaloo mini yengqumbo kaNdikhoyo. Umhlaba wotshiswa wonke ngumlilo wekhwele lakhe. Uya kubenzela isiphelo esipheleleyo nesikhawulezileyo bonke abemi behlabathi.
UZEFANIYA 1:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Isilivere yabo negolide yabo ayiyi kuba nako ukubasindisa ngemini yokuphuphuma komsindo kaYehova; nehlabathi liphela liya kutshiswa ngumlilo wekhwele lakhe
UZEFANIYA 1:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kanjako isilivere yabo, negolide yabo, iya kukohlwa ukubahlangula ngomhla womsindo KAYEHOVA; kodwa ilizwe lonke liya kudliwa ngumlilo wekwele lake; ngokuba ukugqitywa okwalamileyo kanye eya kukwenzela bonke abemi belizwe.