1
Amaculo 74:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Imini yeyako, ubusuku nabo bobako; ulungisile ukukanya nelanga.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 74:16
2
Amaculo 74:12
Ngokuba UTIXO engukumkani wam kwa kudala, esebenza intsindiso pakati kwomhlaba.
Phonononga Amaculo 74:12
3
Amaculo 74:17
Umisile yonke imida yomhlaba; udalile ihlobo nobusika.
Phonononga Amaculo 74:17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo