1
Amaculo 73:26
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kuyapela inyama yam nentliziyo yam: kodwa UTIXO uliliwa lentliziyo yam, nesabelwa sam kude kube ngunapakade.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 73:26
2
Amaculo 73:28
Kodwa mna, ukuba kufupi NOTIXO kulungile kum; itemba lam ndilibekile ENKOSINI e NGUYEHOVA, ndize ndishumayele yonke imisebenzi yako.
Phonononga Amaculo 73:28
3
Amaculo 73:23-24
Sendinawe futi noko; undibambile ngesandla sam sokunene. Uya kundikokela ngecebo lako, uti kamva undamkele ebungcwaliseni.
Phonononga Amaculo 73:23-24
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo