1
Amaculo 75:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
NGUTIXO ongumgwebi: omnye uyamwisa, nomnye uyampakamisa.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 75:7
2
Amaculo 75:1
SIYABULELA kuwe, TIXO! siyabulela: ngokuba kushunyayelwa yimimangaliso yako ukuba igama lako likufupi.
Phonononga Amaculo 75:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo