1
Amaculo 56:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Mhlana ndoyikayo, ndiya kutembela kuwe.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 56:3
2
Amaculo 56:4
KUTIXO ndiya kudumisa ilizwi lake; nditembele KUTIXO, andiyi kwoyika; inyama ingenza nto nina kum?
Phonononga Amaculo 56:4
3
Amaculo 56:11
Nditembele KUTIXO, andiyi kwoyika; umntu angenza nto nina kum?
Phonononga Amaculo 56:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo