1
Amaculo 55:22
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Lahlela KUYEHOVA umtwalo wako; wokuxasa ke yena: akasayi kuza avume ukuba olungileyo ashukunyiswe.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 55:22
2
Amaculo 55:17
Ngokuhlwa, nakusasa, nasemini enkulu, ndiya kuteta, ndigule; waeya kuva ilizwi lam.
Phonononga Amaculo 55:17
3
Amaculo 55:23
Kodwa wena, TIXO! uya kubahlisela emnxunyeni wentshabalalo; abantu begazi nabenkohliso abayi kuqingatisa imihla yabo: kodwa mna ndiya kutembela kuwe.
Phonononga Amaculo 55:23
4
Amaculo 55:16
Ndiya kubiza KUTIXO mna; waeya kundisindisa UYEHOVA.
Phonononga Amaculo 55:16
5
Amaculo 55:18
Ukulule umpefumlo wam wawubeka eluxolweni kuyo imfazwe ebingakum; ngokuba bebengakum ngobuninzi.
Phonononga Amaculo 55:18
6
Amaculo 55:1
BEKELA umtandazo wam indlebe, TIXO! ungazifihli ekukungeni kwam.
Phonononga Amaculo 55:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo