IINDUMISO 55:18
IINDUMISO 55:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yena uza kundikhulula, ndingenawo nowempumlo, kweli dabi ndikulo, kwezingaka zona iintshaba.
Yabelana
Funda IINDUMISO 55IINDUMISO 55:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Úwukhulula umphefumlo wam unoxolo, ukuze bangasondeli kum, Ngokuba baninzi abandichasayo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 55IINDUMISO 55:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yena uza kundikhulula, ndingenawo nowempumlo, kweli dabi ndikulo, kwezingaka zona iintshaba.
Yabelana
Funda IINDUMISO 55