1
Amaculo 57:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
YIBA nofefe kum, TIXO! yiba nofefe kum; ngokuba umpefumlo wam utembele kuwe: ndandiya kupepela esitunzini samapiko ako, zide ingozi zidlule.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 57:1
2
Amaculo 57:10
Ngokuba ububele bako bukulu kude kube sezulwini, nenyaniso yako kude kube semafini.
Phonononga Amaculo 57:10
3
Amaculo 57:2
Ndiya kubizela KUTIXO opezu kwonke, kwa KUTIXO oya kundifezela.
Phonononga Amaculo 57:2
4
Amaculo 57:11
Yiba upakamile pezu kwezulu, TIXO! nobungcwalisa bako pezu kwomhlaba wonke.
Phonononga Amaculo 57:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo