1
Amaculo 11:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba UYEHOVA olungileyo etanda ubulungisa; ubuso bake buyakangela olungisayo.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 11:7
2
Amaculo 11:4
UYEHOVA usetempileni yake eyingcwele; isihlalo sobukumkani SIKAYEHOVA sisezulwini; amehlo ake ayakangela, inkope zake ziyalinga, onyana babantu.
Phonononga Amaculo 11:4
3
Amaculo 11:5
UYEHOVA uyalinga olungileyo; kuloko umpefumlo wake uzonda okohlakeleyo notanda ubudlwengu.
Phonononga Amaculo 11:5
4
Amaculo 11:3
Nxa zicitiwe izisekelo, angati nina olungileyo?
Phonononga Amaculo 11:3
5
Amaculo 11:1
NDITEMBELE KUYEHOVA mna; niti nina ukuti kumpefumlo wam: Pepela entabeni yakowenu njengentaka?
Phonononga Amaculo 11:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo