1
Amaculo 10:17-18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Inkanuko yabalulamileyo uyivile, YEHOVA! uya kulungisa intliziyo yabo; uya kubeka indlebe yako; ukuba ugwebele inkedama noncinezelweyo, aze umntu wasemhlabeni angabi sabatusa.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 10:17-18
2
Amaculo 10:14
Ubonile noko; ngokuba wena ugqala ubunzima nenkatazo, ukuze upindezele ngesandla sako; olusizi uyazilahlela kuwe; ungumncedi wenkedama wena.
Phonononga Amaculo 10:14
3
Amaculo 10:1
KUNGANINA, YEHOVA! ukuba ume kude? kunganina ukuba uzimele ngamaxesha obunzima?
Phonononga Amaculo 10:1
4
Amaculo 10:12
Vuka, YEHOVA! TIXO, pakamisa isandla sako! ungalibali ababandezelweyo.
Phonononga Amaculo 10:12
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo