1
Amaculo 9:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Abalaziyo igama lako botembela kuwe; ngokuba wena. YEHOVA! ungabalahlanga abakufunayo.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 9:10
2
Amaculo 9:1
NDODUMISA UYEHOVA ngentliziyo yam yonke; ndoshumayela yonke imimangaliso yako.
Phonononga Amaculo 9:1
3
Amaculo 9:9
UYEHOVA woba yinyango kubo abancinezelweyo, kwa yinyango ngamaxesha obunzima.
Phonononga Amaculo 9:9
4
Amaculo 9:2
Ndovuya ndigcobe kuwe: ndoculela igama lako, wena upezu kwonke!
Phonononga Amaculo 9:2
5
Amaculo 9:8
waye yena eya kugweba ilizwe ngobulungisa; uya kwenzela intlanga umgwebo ngokufanelekileyo.
Phonononga Amaculo 9:8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo