1
Amaculo 106:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
DUMISANI UYEHOVA! — Bulelani KUYEHOVA, ngokuba elungile; ngokuba ububele bake bungunapakade.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 106:1
2
Amaculo 106:3
Hai itamsanqa labagcina ubugwebo, nelowenza okulungileyo ngamaxesha onke!
Phonononga Amaculo 106:3
3
Amaculo 106:4-5
YEHOVA! zundikumbule ngokutandwa kwabantu bako; uze kum unosindiso lwako; ukuba ndibone ubutamsanqa babaqashwa bako, ndivuye ngovuyo lwesizwe sako, ndiziqa̔yisele ndawonye nelifa lako.
Phonononga Amaculo 106:4-5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo