1
Amaculo 105:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
BULELANI KUYEHOVA, shumayelani igama lake, yazisani izenzo zake pakati kwezizwe.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 105:1
2
Amaculo 105:4
Buzelani UYEHOVA, namandla ake; funani ubuso bake futi.
Phonononga Amaculo 105:4
3
Amaculo 105:3
Qa̔yisani ngegama lake eliyingcwele; maivuye intliziyo yabamfunayo UYEHOVA.
Phonononga Amaculo 105:3
4
Amaculo 105:2
Vumani kuye, culani amaculo kuye, tetani ngayo yonke imimangaliso yake.
Phonononga Amaculo 105:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo