1
Imizekeliso 23:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Uyise wolungileyo wogcoba kakulu; nozala olumkileyo wovuya ngaye.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 23:24
2
Imizekeliso 23:4
Ungazameli ukuba nobutyebi: ncama okwako ukuqonda.
Phonononga Imizekeliso 23:4
3
Imizekeliso 23:18
Ngokuba ngenyaniso kuko umvuzo; netemba lako aliyi kunqunyulwa.
Phonononga Imizekeliso 23:18
4
Imizekeliso 23:17
Intliziyo yako mayingabi namona ngabo aboni; kodwa ube sekumoyikeni UYEHOVA imini yonke.
Phonononga Imizekeliso 23:17
5
Imizekeliso 23:13
Ungabambi ukwohlwaywa kumntwana; nxa umbeta ngoswazi, akayi kufa.
Phonononga Imizekeliso 23:13
6
Imizekeliso 23:12
Sondeza intliziyo yako emfundisweni, nendlebe zako emazwini okwazi.
Phonononga Imizekeliso 23:12
7
Imizekeliso 23:5
Wobekisa amehlo ako ngakubo na, bungeko nje? ngokuba ngenyamiso buzenzela amapiko; bubaleka njengokozi ngasezulwini.
Phonononga Imizekeliso 23:5
8
Imizekeliso 23:22
Pulapula uyihlo owakuzalayo; uze ungadeli unyoko, nxa amdala.
Phonononga Imizekeliso 23:22
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo