1
Imizekeliso 22:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Luleka umntwana ngokufanelene nendlela yake; woti kwa nokuya amdala, angapambuki kuyo.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 22:6
2
Imizekeliso 22:4
Umvuzo wolulamo olunokwoyika UYEHOVA, bubutyebi, nodumo, nobomi.
Phonononga Imizekeliso 22:4
3
Imizekeliso 22:1
IGAMA elilungileyo liqasheka pezu kwobutyebi obukulu, nembuko ebubele pezu kwesilivere negolide.
Phonononga Imizekeliso 22:1
4
Imizekeliso 22:24
Ungadlelani nomntu onomsindo; kanjalo ungahambi nomntu ojalayo
Phonononga Imizekeliso 22:24
5
Imizekeliso 22:9
Oliso libubele, yena wotanyusanqelwa; ngokuba esipa olihlwempu kwisonka sake.
Phonononga Imizekeliso 22:9
6
Imizekeliso 22:3
Otelekelelayo uyayibona ingozi, azifihle; kodwa izidenge ziyagqita, zenzakale.
Phonononga Imizekeliso 22:3
7
Imizekeliso 22:7
Isityebi sopata amahlwempu ngobukosi; nomboleki woba sisicaka kulowo aboleka kuye.
Phonononga Imizekeliso 22:7
8
Imizekeliso 22:2
Abazityebi nabangamahlwempu bayahlangana; UYEHOVA ungumenzi wabo bonke.
Phonononga Imizekeliso 22:2
9
Imizekeliso 22:22-23
Ungadli ihlwempu, ngenxa yokuba lilihlwempu; kanjalo ungamncinezeli obandezelweyo esangweni; ngokuba UYEHOVA eya kutetelela ityala labo, abapange abo bapange bona ubomi.
Phonononga Imizekeliso 22:22-23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo