1
Imizekeliso 17:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Umhlobo uyatanda ngamaxesha onke, nomzalwana uzalelwe ubunzima.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 17:17
2
Imizekeliso 17:22
Intliziyo evuyayo iya kunceda ukupila; kodwa umoya okedamileyo uya kwomisa amatambo.
Phonononga Imizekeliso 17:22
3
Imizekeliso 17:9
Ogubungela isigqito, uyafuna utando; kodwa ovusa indawo, uyahlukanisa izihlobo.
Phonononga Imizekeliso 17:9
4
Imizekeliso 17:27
Obamba amazwi ake ngowazana nokwazi; nomoya ubungcembe ungumntu wokuqonda.
Phonononga Imizekeliso 17:27
5
Imizekeliso 17:28
Kwa ihilihili, lakuti cwaka, liyabalwa ngokuba lilumko, novingcayo umlomo wake, ngokuba ngonokuqonda.
Phonononga Imizekeliso 17:28
6
Imizekeliso 17:1
UMTAMO owomileyo, nokwonwaba kunye nawo, ulungile pezu kwendlu ezeleyo yimibingo enempikiswano.
Phonononga Imizekeliso 17:1
7
Imizekeliso 17:14
Isiqalo sepike sinjengowenzela amanzi isivuzo; ngako yeka impikisano ingekabi shushu.
Phonononga Imizekeliso 17:14
8
Imizekeliso 17:15
Ogwebela okohlakeleyo, nogweba olungileyo, bayintshontsho KUYEHOVA kwa bobabini.
Phonononga Imizekeliso 17:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo