IMIZEKELISO 17:14
IMIZEKELISO 17:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kukuvulela amanzi ukuqala kwengxabano; Yiyeke imbambano kungekavunganyelwana.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 17IMIZEKELISO 17:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukuphemba inkathazo kufana nokuqhekezwa kodonga lwedama; ngoko ke nyawuka ingekakongameli.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 17