1
Imizekeliso 16:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Lahlela kuye UYEHOVA imisebenzi yako; oti ke amaqinga ako aqiniswe.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 16:3
2
Imizekeliso 16:9
Intliziyo yomntu iyaqingela indlela yake; kodwa NGUYEHOVA obekisa amanyatela ake.
Phonononga Imizekeliso 16:9
3
Imizekeliso 16:24
Amazwi amnandi anjengentlango yobusi, eyolile empefumlweni, eyimpiliso ematanjeni.
Phonononga Imizekeliso 16:24
4
Imizekeliso 16:1
ZEZOMNTU izilungiselelo zentliziyo; kodwa kuvela KUYEHOVA impendulo yolwimi.
Phonononga Imizekeliso 16:1
5
Imizekeliso 16:32
Oqumba kade, ugqitisele oligoṙa; nalowo unamandla pezu kwowake umoya, ugqitisele otimba isixeko.
Phonononga Imizekeliso 16:32
6
Imizekeliso 16:18
Ir̔atshi liyandulela imbujiswa; nokuqanqalaza kwomoya kuyandulela ukuwa.
Phonononga Imizekeliso 16:18
7
Imizekeliso 16:2
Yonke imikwa yomntu imhlope kwawake amehlo; kodwa UYEHOVA uyalinganisa imimoya.
Phonononga Imizekeliso 16:2
8
Imizekeliso 16:20
Opata indawo ngokutelekelela, wofumana inyweba; nalowo utembela KUYEHOVA, hai itamsanqa lake!
Phonononga Imizekeliso 16:20
9
Imizekeliso 16:8
Intwana encinane kunye nobulungisa, ilungile pezu kwenzuzo ezininzi ngapandle kwokufaneleyo.
Phonononga Imizekeliso 16:8
10
Imizekeliso 16:25
Kuko indlela engati ilungile emntwini, kanti ukupela kwayo kuzindlela zokufa.
Phonononga Imizekeliso 16:25
11
Imizekeliso 16:28
Umntu wamamenemene uyavusa impikisano; nomncetezi uyahlukanisa izihlobo.
Phonononga Imizekeliso 16:28
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo