1
U‐Nehemiya 12:43
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kanjalo ngalomini babinga imibingo emikulu, bagcoba; ngokuba UTIXO ebebagcobisile ngomgcobo omkulu: abafazi nabantwana bagcoba nabo: kwaza kwavakala umgcobo we‐Yerusaleme kwada kwakude.
Thelekisa
Phonononga U‐Nehemiya 12:43
2
U‐Nehemiya 12:27
KEKALOKU ekutwasisweni kwodonga lwe‐Yerusaleme, kwafunwa aba‐Levi, kuzo zonke indawo zabo, ukuba baziswe e‐Yerusaleme, kuze kwenziwe ukutwasiswa ngokugcoba, nangokubulela, nangokuvuma, ngesimbali, nangamaculo, nangehadi.
Phonononga U‐Nehemiya 12:27
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo