UNEHEMIYA 12:43
UNEHEMIYA 12:43 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Babingelela ngaloo mini imibingelelo emikhulu, bavuya; ngokuba uThixo ubebavuyisile ngovuyo olukhulu. Kananjalo abafazi nabantwana bavuya; kwavakala ukuvuya kweYerusalem namgama.
Yabelana
Funda UNEHEMIYA 12UNEHEMIYA 12:43 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngaloo mini ke benza amadini amaninzi bevuya, kuba uThixo ebathe jize ngovuyo olukhulu. Abafazi nabantwana nabo babechulumacha. Intsholo yemincili apho eJerusalem yayivakala nasekudeni.
Yabelana
Funda UNEHEMIYA 12