Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Mika 7

1

U‐Mika 7:18

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngubanina ONGUTIXO njengawe, oxolela inkohlakalo, odlula ekwoneni kwesisalela selifa lake? akabambi ingqumbo yake kude kube ngunapakade, ngokuba etanda ububele yena.

Thelekisa

Phonononga U‐Mika 7:18

2

U‐Mika 7:7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Mna kodwa ndiya kukangela KUYEHOVA; ndiya kumlinda UTIXO wosindiswa lwam; woti UTIXO wam andive.

Thelekisa

Phonononga U‐Mika 7:7

3

U‐Mika 7:19

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wobuya abe nenceba kuti; uya kuzeyisa inkohlakalo zetu; ewe, zonke izono zabo woziposela ezinzulwini zolwandle wena.

Thelekisa

Phonononga U‐Mika 7:19

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Mika 7

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo