UMIKA 7:18
UMIKA 7:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngubani na onguThixo onjengawe, oxolela ubugwenxa, adlule esikreqweni samasalela elifa lakhe? Akawugcini unaphakade umsindo wakhe; kuba yena uthanda ukwenza inceba.
Yabelana
Funda UMIKA 7UMIKA 7:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa nguwuphi uThixo onjengawe? Nguwuphi oxolela ubugwenxa, angazihoyi iziphoso zamasalela elifa lakhe? Wena akuhlali uqumbile ngonaphakade; kaloku uyimvuze-mvuze bububele.
Yabelana
Funda UMIKA 7UMIKA 7:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngubani na onguThixo onjengawe, oxolela ubugwenxa, osidelayo isono samasalela elifa lakhe? Akayi kuwugcina umsindo wakhe ngonaphakade, ngokuba ethanda inceba.
Yabelana
Funda UMIKA 7