1
U‐Mika 4:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nakuba zihamba izizwe zonke, ezinye ngezinye, ngegama lotixo wazo, sohamba tina ngegama LIKAYEHOVA, LOTIXO wetu, kude kube ngunapakade kanapakade.
Thelekisa
Phonononga U‐Mika 4:5
2
U‐Mika 4:2
Ewe, zohamba intlanga ezininzi, ziti: Yizani, masinyuke siye entabeni KAYEHOVA, nasendlwini YOTIXO ka‐Yakobi, ukuba asifundise indlela zake, nokuba sihambe emikweni yake; ngokuba umteto uya kupuma e‐Ziyone, nelizwi LIKAYEHOVA e‐Yerusaleme.
Phonononga U‐Mika 4:2
3
U‐Mika 4:1
Kwakuya kuti emihleni yokupela, intaba yendlu KAYEHOVA yoqiniselwa engcopo yentaba, ipakanyiselwe pezu kwenduli, ziti izizwe zele kuyo.
Phonononga U‐Mika 4:1
4
U‐Mika 4:3
Waeya kugweba pakati kwezizwe ezininzi, azohlwaye intlanga ezinamandla, ezikude; zide zikande iziṙele zazo zibe ngamakuba, nezikali zazo zibe ngamaṙenqa: olunye uhlanga aluyi kupakamisa isiṙele ngakwolunye uhlanga; kanjalo abantu abasayi kuba safunda ukulwa
Phonononga U‐Mika 4:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo