UMIKA 4:3
UMIKA 4:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Úya kugweba phakathi kwezizwe ezininzi, ohlwaye iintlanga ezinamandla, ade ase kùde; ziwakhande, amakrele azo abe ngamakhuba, nezikhali zazo zibe zizitshetshe zokuthena imidiliya. Uhlanga aluyi kuphakamisela kuhlanga ikrele lalo, bangabi safunda ukulwa.
UMIKA 4:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nguye oya kugweba phakathi kwabantu, abe ngumlamli phakathi kwezizwe ezikude nezomeleleyo, wona amakrele awenze amakhuba, yona imikhonto ibe zizitshetshe zokuthena imithi. Kaloku izizwe soze ziphinde ziqulelane ngamakrele, zingasayi kuze ziphinde ziqeqeshelwe imfazwe.
UMIKA 4:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Uya kugweba phakathi kwezizwe ezininzi, ohlwaye izizwe ezinamandla, avela kude; ziwakhande amakrele azo abe zizitshetshe zeediliya, nezikhali zazo zibe zizikere zokuthena imithi; uhlanga aluyi kuphakamisela olunye uhlanga ikrele, nezizwe zingaphindi zifunde ukulwa.
UMIKA 4:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waeya kugweba pakati kwezizwe ezininzi, azohlwaye intlanga ezinamandla, ezikude; zide zikande iziṙele zazo zibe ngamakuba, nezikali zazo zibe ngamaṙenqa: olunye uhlanga aluyi kupakamisa isiṙele ngakwolunye uhlanga; kanjalo abantu abasayi kuba safunda ukulwa