1
U‐Mika 3:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa ngenyaniso ndizele ngamandla ngomoya KAYEHOVA; ndizele nalugwebo nokalipo: ukuba ndixele ku‐Yakobi isigqito sake, naku‐Sirayeli isono sake.
Thelekisa
Phonononga U‐Mika 3:8
2
U‐Mika 3:11
Intloko zayo ziyagweba ngenxa yamabaso, nabaperisite bayo bayafundisa ngenxa yomvuzo, nabaprofite bayo bayalaula ngenxa yemali: noko bayayama KUYEHOVA, besiti: UYEHOVA akapakati kwetu na? ububi abuyi kuza pezu kwetu.
Phonononga U‐Mika 3:11
3
U‐Mika 3:4
Oko baya kubiza KUYEHOVA, kodwa akayi kubapendula; uya kufihla ubuso bake kubo ngexesha elo, njengokuba bezikohlakalisile izenzo zabo.
Phonononga U‐Mika 3:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo