1
U‐Malaki 2:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba etiya ukuba kulahlwe, utsho UYEHOVA, UTIXO wo‐Sirayeli, nokuba indoda igubungele ingubo yayo ngobudlwengu, utsho UYEHOVA wemikosi: ngako lumkelani umoya wenu, ukuba ningenzi ngobuxoki.
Thelekisa
Phonononga U‐Malaki 2:16
2
U‐Malaki 2:15
Kanene akamnye na amdalileyo, nakuba abenesisalela somoya? Ebemnye nganina? Ngokuba efuna inzalo KATIXO. Ngako lumkelani umoya wenu, ukuba kungabiko owenza ngobuxoki emfazini wobutsha bake.
Phonononga U‐Malaki 2:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo