Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Malaki 1

1

U‐Malaki 1:6

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ongunyana uyambeka uyise, nosisicaka inkosi yake: ukuba ke ndinguyise, kupina ukubekwa kwam? nokuba ndiyinkosi, kupina ukwoyikwa kwam? utsho UYEHOVA wemikosi kuni, baperisite, abadelayo igama lam! Niti noko: Igama lako silidelile ngokuyinina?

Thelekisa

Phonononga U‐Malaki 1:6

2

U‐Malaki 1:11

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Koko kwa sekupumeni kwelanga kude kube sekutshoneni kwalo, loba likulu igama lam pakati kwezizwe; nakuzo zonke indawo isiqu̔miso siya kunikelwa kwigama lam nomnikelo wokudla ococekileyo: ngokuba igama lam liya kuba likulu pakati kwezizwe, utsho UYEHOVA wemikosi.

Thelekisa

Phonononga U‐Malaki 1:11

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Malaki 1

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo