1
Ivangeli ka‐Luke 9:23
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wabesiti kanjalo kubo bonke: Ukuba umntu uyafuna ukuza emva kwam, makazikanyeze, apate ikuruse yake imihla ngemihla, andilandele.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 9:23
2
Ivangeli ka‐Luke 9:24
Ngokuba lowo usukuba efuna ukulondoloza ubomi bake, buya kumlahleka; nosukuba elahlekana nobomi bake ngenxa yam, oyena wobulondoloza.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 9:24
3
Ivangeli ka‐Luke 9:62
Koko u‐Yesu wati kuye: Akuko mntu oti, esibekile isandla sake epuluweni, ekangela ngasemva, alungele ubukumkani BUKATIXO.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 9:62
4
Ivangeli ka‐Luke 9:25
Ngokuba kuya kunceda nto nina umntu, akulizuza ilizwe lonke, wati yena ngokwake walahleka, umhlaumbi wazizuzela ingozi?
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 9:25
5
Ivangeli ka‐Luke 9:26
Ngokuba lowo usukuba enentloni ngam nangamazwi am, oyena unyana wesintu woba nentloni ngaye, akuza ebungcwaliseni bake, nako BOYISE, nakobengelosi ezingcwele.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 9:26
6
Ivangeli ka‐Luke 9:58
Waza u‐Yesu wati kuye: Impungutye zineminxu̔ma, nentaka zezulu zinendawo zokuhlala; kanti unyana wesintu akanandawo apo angalalisa kona intloko.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 9:58
7
Ivangeli ka‐Luke 9:48
waza wati kubo: Osukuba esamkela lomntwana egameni lam, uyamkela mna; nosukuba esamkela mna, uyamkela lowo wanditumayo: ngokuba lowo umncinane kwabanye pakati kwenu nonke, nguye oya kuba mkulu.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 9:48
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo