ULUKA 9:26
ULUKA 9:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba othe waneentloni ngam, nangawo amazwi am, uNyana woMntu woba neentloni ngaye lowo, xa athe weza esebuqaqawulini bakhe, nobukaYise, nobezithunywa ezingcwele.
Yabelana
Funda ULUKA 9ULUKA 9:26 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuba othe waneentloni ngam, nangamazwi am, naye uNyana woLuntu woba neentloni ngaye, xa eza esewongeni lakhe nelikaYise nelezithunywa ezingcwele.
Yabelana
Funda ULUKA 9