1
Ivangeli ka‐Luke 10:19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Bona ke, ndiyanipa igunya lokunyatela inyoka nonomadudwane, napezu kwawo onke amandla otshaba; kungabiko nento eya kuka inenzakalise.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 10:19
2
Ivangeli ka‐Luke 10:41-42
Koko wapendula u‐Yesu wati kuye: Marita, Marita! unesitukutezi nesipitipiti ngezinto ezininzi; kodwa inye into eswelekayo; no‐Mariya usiqashile esosabiwo silungileyo, esingayi kususwa kuye.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 10:41-42
3
Ivangeli ka‐Luke 10:27
Wapendula wati: Uya kumtanda UYEHOVA, UTIXO wako, ngayo yonke intliziyo yako, nangawo wonke umpefumlo wako, nangawo onke amandla ako, nangayo yonke ingqondo yako; nommelwane wako njengokuzitanda kwako.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 10:27
4
Ivangeli ka‐Luke 10:2
Yandula yati kubo: Isivuno okunene sininzi, kodwa abasebenzi bancinane; tandazani ngoko KWINKOSI yesivuno, ize iku̔pele esivunweni sayo abasebenzi.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 10:2
5
Ivangeli ka‐Luke 10:36-37
Nguwupina ngoko waba batatu uti wena uzenze ummelwane kulowo ubewile pakati kwamabada? Wayesiti: Ngulowo wamenzelayo ububele. Wandula wati u‐Yesu kuye: Hamba, yenza kwa njalo nawe.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 10:36-37
6
Ivangeli ka‐Luke 10:3
Hambani; bona ke, ndiyanituma njengemvana pakati kwencu̔ka.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 10:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo