1
I‐Levitikusi 19:18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Akuyi kupindezela, kanjalo akuyi kubamba ingqumbo ngakulo usapo lwabantu bako; koko uya kutanda ummelwane wako njengokuzitanda kwako: mna ndi NGUYEHOVA.
Thelekisa
Phonononga I‐Levitikusi 19:18
2
I‐Levitikusi 19:28
Izigebu ngenxa yofileyo aniyi kuzenza enyameni yenu, nomba̔lo wezivambo aniyi kuwenza pezu kwenu: mna ndi NGUYEHOVA.
Phonononga I‐Levitikusi 19:28
3
I‐Levitikusi 19:2
Teta nayo yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli, uti kulo: Noba bangcwele; ngokuba ndingcwele mna YEHOVA, UTIXO wenu.
Phonononga I‐Levitikusi 19:2
4
I‐Levitikusi 19:17
Akuyi kumtiya umzalwana wako entliziyweni yako; uya kukutala ukumohlwaya ummelwane wako, uze ungatwali ngenxa yake isono.
Phonononga I‐Levitikusi 19:17
5
I‐Levitikusi 19:31
Ningajikeli kubo abenzelana nemishologu, nakumatola; ningabafuni, ukuba ninco̔lelwe ngabo: mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wenu.
Phonononga I‐Levitikusi 19:31
6
I‐Levitikusi 19:16
Akuyi kuhambahamba uhleba pakati kwabantu bako; akuyi kuma ngakulo igazi lommelwane wako kanjalo: mna ndi NGUYEHOVA.
Phonononga I‐Levitikusi 19:16
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo