Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ILEVITIKUS 19:18

ILEVITIKUS 19:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Uze ungaphindezeli; uze ungabi nanqala koonyana babantu bakowenu; uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako; ndinguYehova.

Yabelana
Funda ILEVITIKUS 19

ILEVITIKUS 19:18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ze ningaziphindezeli mntwini, okanye nimbambe isixhiba, koko nina mthandeni ummelwane wenu, kanye ngale ndlela nizithanda ngayo. Kutsho mna Ndikhoyo.

Yabelana
Funda ILEVITIKUS 19

ILEVITIKUS 19:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Musa ukuziphindezela, ungabathwali oonyana babantu bakowenu entliziyweni yakho; kodwa umthande ummelwane wakho njengoko uzithanda ngako. NdinguYehova.

Yabelana
Funda ILEVITIKUS 19

ILEVITIKUS 19:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Akuyi kupindezela, kanjalo akuyi kubamba ingqumbo ngakulo usapo lwabantu bako; koko uya kutanda ummelwane wako njengokuzitanda kwako: mna ndi NGUYEHOVA.

Yabelana
Funda ILEVITIKUS 19
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo