1
I‐Levitikusi 20:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Naxeshekweni indoda iya kulala nenye indoda, njengokuba kulalwa nomfazi, wona ayenzile intshontsho omabini: aya kufiswa ngenyaniso; igazi lawo loba pezu kwawo.
Thelekisa
Phonononga I‐Levitikusi 20:13
2
I‐Levitikusi 20:7
Zingcwaliseni ngoko, nibe ngabangcwele: ngokuba mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wenu.
Phonononga I‐Levitikusi 20:7
3
I‐Levitikusi 20:26
Noba ngabangcwele kum, ngokuba ndingcwele mna YEHOYA; kungoko endinahlulile kwabanye abantu, ukuze nibe ngabam.
Phonononga I‐Levitikusi 20:26
4
I‐Levitikusi 20:8
Ize nigcine imimiso yam, niyenze: mna ndi NGUYEHOVA oningcwalisayo.
Phonononga I‐Levitikusi 20:8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo