1
U‐Jeremiya 8:22
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Itsori ayiko na e‐Gileyadi? umpilisi akako na apo? kunganina ngoko ukuba akubuyiswanga ukupila kwentombi yabantu bam?
Thelekisa
Phonononga U‐Jeremiya 8:22
2
U‐Jeremiya 8:4
KANJAKO uya kuti kubo: Utsho UYEHOVA ukuti: Baya kuwa, bangesuki na? baya kupambuka, bangabuyi na?
Phonononga U‐Jeremiya 8:4
3
U‐Jeremiya 8:7
Kwa iṙaside emazulwini iyazi amaxesha ayo amisiweyo; kanjalo izuba, nenkonjane, nendwe, ziyagcina ixesha lokufika kwazo; kodwa abantu bam abazi isigwebo SIKAYEHOVA.
Phonononga U‐Jeremiya 8:7
4
U‐Jeremiya 8:6
Ndapulapula ndeva ke; abateta ngokulungileyo; akwabiko namnye onosizi pezu kwenkohlakalo yake, esiti: Ndenze nto nina? Bonke bajikele ezihambeni zabo, njengehashe ligaleleka ekulweni.
Phonononga U‐Jeremiya 8:6
5
U‐Jeremiya 8:9
Abalumkileyo badanile, bamatisiwe, babanjiwe; bona ke, ilizwi LIKAYEHOVA balilahlile; bubulumko banina abanabo?
Phonononga U‐Jeremiya 8:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo