UYEREMIYA 8:7
UYEREMIYA 8:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kanti nengwamza ezulwini iyawazi amaxesha ayo amisiweyo; nehobe nehlankomo nendwe ziligcinile ixesha lokufika kwazo; ke bona abantu bam abalazi isiko likaYehova.
Yabelana
Funda UYEREMIYA 8UYEREMIYA 8:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nditsho nengwamza le ibhabh' emafini iyalazi ixesha lokujika. Iinkonjane, amahlankomo, nkqu nendwe le, iyalazi ixesha lokufuduka, kodwa bona abantu bam abazani nezithethe zam.
Yabelana
Funda UYEREMIYA 8