Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Jeremiya 19

1

U‐Jeremiya 19:15

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Utsho UYEHOVA wemikosi, UTIXO wo‐Sirayeli, ukuti: Bona ke, ndiya kuzisa pezu kwesixeko esi, napezu kwayo yonke imizi yaso, lonke ilishwa endilitetileyo ngakuso; ngokuba beyenzile lukuni intamo yabo, ukuze bangeva amazwi am.

Thelekisa

Phonononga U‐Jeremiya 19:15

2

U‐Jeremiya 19:5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

nokuba bezakile indawo ezipakamileyo zika‐Bali, baze batshise onyana babo ngomlilo babe ngamadini okutshiswa ku‐Bali, into endingayiyalelanga, nendingayitetanga, nengangenanga entliziyweni yam

Thelekisa

Phonononga U‐Jeremiya 19:5

3

U‐Jeremiya 19:4

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngenxa yokuba bendishiyile, nalendawo beyenzile eyasemzini, notixo bambi bebaqu̔misele kuyo, abangabazanga bona, noyise babo, nokumkani bo‐Juda; nokuba bezalisile lendawo ngegazi labangenatyala

Thelekisa

Phonononga U‐Jeremiya 19:4

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Jeremiya 19

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo