1
U‐Jeremiya 18:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Andingenze ngakuni na njengombumbi lo, ndlu ka‐Sirayeli? utsho UYEHOVA: bona ke, njengodongwe esandleni sombumbi, ninjalo nina esandleni sam, ndlu ka‐Sirayeli!
Thelekisa
Phonononga U‐Jeremiya 18:6
2
U‐Jeremiya 18:7-8
Nxa ndisukuba nditeta ngaso isizwe, nangabo ubukumkani, ukudonyula, nokucita, nokutshabalalisa; ukuba isizwe eso, endibe nditeta ngaso, siyaguquka enkohlakalweni yaso, ndiya kwandula ndibe nosizi pezu kwelishwa, endacinga ukusenza lona.
Phonononga U‐Jeremiya 18:7-8
3
U‐Jeremiya 18:9-10
Kanjalo, nxa ndisukuba nditeta ngaso isizwe, nangabo ubukumkani, ukwaka, nokutyala; ukuba siyenza okukohlakeleyo emehlweni am, singapulapuli ilizwi lam, ndiya kwandula ndibe nosizi pezu kwokulungileyo, endati ndiya kubanceda ngako.
Phonononga U‐Jeremiya 18:9-10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo