UYEREMIYA 19:5
UYEREMIYA 19:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bamakhela uBhahali• izigánga, ukuze babatshise oonyana babo ngomlilo, babe ngamadini anyukayo kuBhahali, into endingabawiselanga mthetho ngayo, endingayithethanga, engathanga qatha entliziyweni yam.
UYEREMIYA 19:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
yaye bakhele uBhali izibingelelo, khon' ukuze apho benze amadini ngabantwana babo. Andizange ndibayalele njalo, kwaye andiyithethanga loo nto; andizange ndiyicinge nokuyicinga oku.
UYEREMIYA 19:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kwakhona bakha iindawo eziphakamileyo zikaBhahali ukuze babatshise oonyana babo emlilweni njengomnikelo otshiswayo kuBhahali, into endingabayalelanga yona okanye ndingayithethanga nendingayenzanga njengoko kwakuthe qatha entliziyweni yam.
UYEREMIYA 19:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
nokuba bezakile indawo ezipakamileyo zika‐Bali, baze batshise onyana babo ngomlilo babe ngamadini okutshiswa ku‐Bali, into endingayiyalelanga, nendingayitetanga, nengangenanga entliziyweni yam