1
U‐Yisaya 7:14
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngako oko INKOSI yona iya kuninika umqondiso: bona ke, intombi iya kumita, izale unyana, imbize ngegama elingu‐Yimanuweli.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 7:14
2
U‐Yisaya 7:9
Kanjalo intloko yakwa‐Frayime yoba yi‐Samariya, nentloko ye‐Samariya yoba ngunyana ka‐Remaliya. Ukuba aniyi kukolwa, ngenyaniso aniyi kuqiniswa.
Phonononga U‐Yisaya 7:9
3
U‐Yisaya 7:15
Amasi nobusi uya kubudla, akukwazi ukulahla okukohlakeleyo nokuqasha okulungileyo.
Phonononga U‐Yisaya 7:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo