1
U‐Yisaya 8:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
UYEHOVA wemikosi yena niya kumngcwalisa: nguye oya kuba kukwoyika kwako, nguye oya kuba kukunkwantya kwako.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 8:13
2
U‐Yisaya 8:12
Aniyi kuti: Kuko utelelano, ngako konke abaya kuti ngako ababantu: Kuko utelelano; nize ningoyiki ngokwoyika kwabo, ningankwantyi kanjako.
Phonononga U‐Yisaya 8:12
3
U‐Yisaya 8:20
Makuyiwe emtetweni nasesinqi̔nweni! ukuba abateti njengelilizwi, akuyi kubako ukusa kubo.
Phonononga U‐Yisaya 8:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo