1
U‐Yisaya 66:2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba zonke ezizinto isandla sam sizenzile; zaye seziko zonke ezizinto utsho UYEHOVA: kodwa kulowo ndiya kukangela, kulowo ululamileyo nomoya ugqobokileyo, ongcangcazela ngelizwi lam.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 66:2
2
U‐Yisaya 66:1
UTSHO UYEHOVA ukuti: Izulu liyiterone yam, nomhlaba usisitulo senyawo zam; ipina leyondlu niya kundakela yona; ipina ke indawo yokupumla kwam?
Phonononga U‐Yisaya 66:1
3
U‐Yisaya 66:13
Njengomnye otutuzelwayo ngunina, kwa njalo ndonitutuzela mna; kwa se‐Yerusaleme niya kututuzelwa.
Phonononga U‐Yisaya 66:13
4
U‐Yisaya 66:22
Ngokuba, njengokuba amazulu amatsha nomhlaba omtsha, endiya kuzidala, ziya kuma ebusweni bam, utsho UYEHOVA, kwa njalo kuya kuma inzalo yenu negama lenu.
Phonononga U‐Yisaya 66:22
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo